Vusi Nova – Yan’Imvula
Yan’Imvula by Vusi Nova Mp3 Download
Download this track from Vusi Nova titled Yan’Imvula. Vusi Nova was born on September 24, 1984. He grew up in Port Elizabeth’s New Brighton Township. His real name is Vusimuzi Nongxa. Music has always been a big part of his life and Vusi can’t remember wanting to be anything but a singer
Use the link below to stream and download this song.
Lyrics Of Yan’Imvula by Vusi Nova
Imini imnandi kangaka
Waze wayimfumana indodakazi uMaNdlovu
Luvuyo nemincili
Abantu belali bayabhiyoza
Bayabhiyoza
Usana oluhle kangaka
Jonga amehlo walo
Ayakhazimla ayakhazimla ayakhazimla
Imigqwele emihle hhe ensikelelo
Imingqwele emihle hhe ensikelelo hhe na
Oh yana oh yala oh yana khangi phind’ ithithule yey
(Iyana) xakuzelw’ intombi (iyana) ntom’ emhloshazana (yanimvula)
Oh yana oh yala oh yana khangi phind’ ithithule yey
(Iyana) xakuzelw’ intombi (iyana) ntom’ emhloshazana (yanimvula)
Oh yana oh yala oh yana
U MaKhumalo uyahamba, ushiya zonk’ izinto emva
Ushiya lelo khaya lona elo khaya usebenzela lona
Hamba MaKhumalo sujong’ emva uThixo uzohl’ enawe
Ahlale nawe nakuyindlel’ enameva
Hamba MaKhumalo bakulindile phambili
Wen’ upheth’ ingoma, hamba MaKhumalo
Bakulindilile phambili wen’ upheth’ ingoma yana
Iyana, iyana, iyana, hhey ey
Izulu lana (iyana) xakuzelw’ intomi, (iyana) ntomb’ emhloshazana (yan’ imvula)
Oh yana oh yala oh yana khang’ iphind’ ithule
(Iyana) xakuzelw’ intombi (iyana) ntom’ emhloshazana (iyana)
Oh yana oh yala oh yana khangi phind’ ithithule yey
(Iyana) xakuzelw’ intombi (iyana) ntom’ emhloshazana (iyan’ imvula)
Oh yana oh yala oh yana
Yan’ imvula oh yana (iyana) yeah yeah yeah yey (iyana) wow wow wow wow (yan’ imvula)
Oh yana oh yana ey (iyana, iyana iyana, yan’ imvula)
Engan omile yeah eh hey (iyana, iyana, iyana, yan’ imvula)
Wowu iZulu lana (iyana) xakuzelw’ intombi (iyana) ntomb’ emhloshazan
(Yan’ imvula) oh yana oh yana khang’ iphind’ ithule