Welcome to PraiseZion



HOME |   |  DOWNLOAD APP |  OPPORTUNITIES |  SERMONS
|  JOBS |  INSTRUMENTAL | MIXTAPES |  DEVOTIONAL

SEARCH CONTENTS (Use Name Or Title)


Vusi Nova – Ndincede

Ndincede by Vusi Nova Mp3 Download

Download this track from Vusi Nova titled Ndincede. Vusi Nova was born on September 24, 1984. He grew up in Port Elizabeth’s New Brighton Township. His real name is Vusimuzi Nongxa. Music has always been a big part of his life and Vusi can’t remember wanting to be anything but a singer

Use the link below to stream and download this song.

Lyrics Of Ndincede by Vusi Nova

Ndicede Nkosi yam
Ndiyeke obu tywala
Ngoba ndinxila uMvulo neCawa
Andinalo elokuthandaza

Hayi mna andisayazi ndicede Nkosi yam
Izinto zam zithand’ukundibhida
Yilo tywala maan yilo tywala
Andinalo elokuthandaza

Ndicede Nkosi yam
Ndiyeke obu tywala
Ngoba ndinxila uMvulo neCawa
Andinalo elokuthandaza

Ndicede Nkosi yam
Ndiyeke obu tywala
Ngoba ndinxila uMvulo neCawa
Andinalo elokuthandaza

Mna ndizohlala ndihleli nawe
Ngoba akekho omy’ofana nawe
My Lord mina ndiyakuthanda
Noma kunjani na

Ndicede Nkosi yam
Ndiyeke obu tywala
Ngoba ndinxila uMvulo neCawa
Andinalo elokuthandaza

Tywala (Tywala tywala)
Tywala (Tywala uyandibambezela)
Tywala (Tywala tywala)
Tywala (Tywala uyandibambezela)

Tywala uyandibambezela (Tywala tywala)
Tywala (Tywala uyandibambezela)
Tywala uyandibambezela (Tywala tywala)
Tywala (Tywala uyandibambezela)

Tywala (Tywala tywala)
Tywala (Tywala uyandibambezela)
Tywala (Tywala tywala)
Tywala (Tywala uyandibambezela)

Tywala uyandibambezela (Tywala tywala)
Tywala (Tywala uyandibambezela)
Tywala uyandibambezela (Tywala tywala)
Tywala (Tywala uyandibambezela)

Tywala (Tywala tywala)
Tywala (Tywala uyandibambezela)
Tywala (Tywala tywala)
Tywala (Tywala uyandibambezela)

Tywala uyandibambezela (Tywala tywala)
Tywala (Tywala uyandibambezela)
Tywala uyandibambezela (Tywala tywala)
Tywala (Tywala uyandibambezela)

Download Mp3 Here

| Categories: Music

CLICK HERE TO COMMENT ON THIS POST

WE ARE ON SOCIAL MEDIA

Facebook | Twitter | Instagram | Youtube

0 Comments

LEAVE A COMMENT

Type Name Below

Type Comment Below

« | »