Welcome to PraiseZion



HOME |   |  SERMONS
|  JOBS |  INSTRUMENTAL | MIXTAPES |  DEVOTIONAL

SEARCH CONTENTS (Use Name Or Title)


Vusi Nova – Ndimfumene

Ndimfumene by Vusi Nova Mp3 Download

Download this track from Vusi Nova titled Ndimfumene. Vusi Nova was born on September 24, 1984. He grew up in Port Elizabeth’s New Brighton Township. His real name is Vusimuzi Nongxa. Music has always been a big part of his life and Vusi can’t remember wanting to be anything but a singer

Use the link below to stream and download this song.

Lyrics Of Ndimfumene by Vusi Nova

Mh, hm yeah yeah, oh’ho
Ndim’fumene osenyongweni kum
Ndim’fumene umaqondane wam
Ndim’fumene osenyongweni kum
Ndim’fumene umaqondane wam

Mna nawe nzwakazi
Kudala si’hamba lendlela
Mna nawe baby
Kudala si’hamba lendlela
Kunzima kungekho lula
Izitha zam zenza umsebenzi wazo
Kunzima kungekho lula
Izitha zam zenza umsebenzi wazo, kodwa

Ndim’fumene osenyongweni kum
Ndim’fumene umaqondane wam
Ndim’fumene osenyongweni kum
Ndim’fumene umaqondane wam

Mas’hambe ke (aye ye ye ye ye ye, ayo yo yo yo yo yo)
Mas’hambe ke (aye ye ye ye ye ye)
Mas’hambe ke (aye ye ye ye ye ye, ayo yo yo yo yo yo)
Mas’hambe ke (aye ye ye ye ye ye)

Ndakwazi ndingekakuboni
Ndikubona emaphupheni am’
Min’embi ndakubona ngeso lenyama kwangathi kudala

Ngob’ungowam
Sozebalunge
Ndiz’thandela wena
Sofa s’lahlane

Ngob’ungowam
Sozebalunge
Ndiz’thandela wena
Sofa s’lahlane

Ndim’fumene osenyongweni kum
Ndim’fumene umaqondane wam
Ndim’fumene osenyongweni kum
Ndim’fumene umaqondane wam

Mas’hambe ke (aye ye ye ye ye ye, ayo yo yo yo yo yo)
Mas’hambe ke (aye ye ye ye ye ye)
Mas’hambe ke (aye ye ye ye ye ye, ayo yo yo yo yo yo)
Mas’hambe ke (aye ye ye ye ye ye)

Ngob’ungowam
Sozebalunge
Ndiz’thandela wena
Sofa s’lahlane

Ngob’ungowam
Sozebalunge
Ndiz’thandela wena
Sofa s’lahlane

Ngob’ungowam
Sozebalunge
Ndiz’thandela wena
Sofa s’lahlane

Ngob’ungowam
Sozebalunge
Ndiz’thandela wena
Sofa s’lahlane

Ndim’fumene osenyongweni kum
Ndim’fumene umaqondane wam
Ndim’fumene osenyongweni kum
Ndim’fumene umaqondane wam

Mas’hambe ke (aye ye ye ye ye ye, ayo yo yo yo yo yo)
Mas’hambe ke (aye ye ye ye ye ye)
Mas’hambe ke (aye ye ye ye ye ye, ayo yo yo yo yo yo)
Mas’hambe ke (aye ye ye ye ye ye)

Yeah eh

Download Mp3 Here

| Categories: Music

CLICK HERE TO COMMENT ON THIS POST

WE ARE ON SOCIAL MEDIA

Facebook | Twitter | Instagram | Youtube

0 Comments

LEAVE A COMMENT

Type Name Below

Type Comment Below

« | »